Lullaby For Zen lyrics

by

Zolani Mahola


[Verse 1]
Kwathi ke kaloku ngantsomi
Kwakukho inyanga nelanga
Bonke abantwana babevuya kakhulu ukuhlala phantsi kwelitha lelanga

[Verse 2]
Sithandwa
Sithandwa seli lizwe nguwe
Uyathandwa mntan’ am
Uthandwa ngumama
Uthandwa ngutata
Sonke siyakuthanda

Everybody loves you
Everybody loves you
A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z #
Copyright © 2012 - 2021 BeeLyrics.Net