Live My Life lyrics

by

OSKIDO



Hayi ndibonile
Ndatsho mna ndavela
Ndabuya ndathi ndim lo
Kwathula kwathi tu
Oh hayi ndifundile
Ndabuya mna ndangena
Ngoku ndithi ndim lo
Bayandijonga

[Refrain]
Ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
Ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
Ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
Ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile

[Chorus]
Oh I just wanna live my life
I wanna live my life
Oh I just wanna be myself
Ndiphil'ubomi bam
Oh lendlela inde inameva
Mna ndizokwenze njani
Oh lendlela inde kwa ibanzi
Ndifun'ubomi bam

[Verse 2]
Ngafika ngisasemncane mina
Ugogo wami wathi
Winnie mntwanam, Winnie mntwanam
Winnie mntwanami mntwanami mntwanami
Ndiyabulela ngothando lwakho
Ndiyabulela ngeemfundiso zakho
Ndiyabulela ngakho konk'ongenzele khona
O mina
O mina
O mina, mina O mina
[Chorus]
Oh I just wanna live my life
I wanna live my life
Oh I just wanna be myself
Ndiphil'ubomi bam
Oh lendlela inde inameva
Mna ndizokwenze njani
Oh lendlela inde kwa ibanzi
Ndifun'ubomi bam

[Refrain]
Ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
Ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
Ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile
Ngoba ndithi ndikhulile ndikhulile ndikhulile

[Chorus]
Oh I just wanna live my life
I wanna live my life
Oh I just wanna be myself
Ndiphil'ubomi bam
Oh lendlela inde inameva
Mna ndizokwenze njani
Oh lendlela inde kwa ibanzi
Ndifun'ubomi bam
A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z #
Copyright © 2012 - 2021 BeeLyrics.Net